Worse bendipha around 18:20 izolo ngoku yenzekayo vele ndabona bantu bebaleka begilana 🙈🙈
Asinandaba nawe ,asikwazi nokwazi.Awugowi uyafokofa 😂😂😂😂💪
You’re unable to view this Post because this account owner limits who can view their Posts. Learn more
Akanqabe u Fikile Mbalula maan 😂🤣uzothi gqi ezenza ngathi u happy zezi results ngelo xesha akagowi uyafokofa njengeza red berets 😂🤣😂abagowi maan hey
Just imagine Umntu omnyama ohlala eMngeni xa engazo votela DA (Papas) esebenza nithi makavotele ntoni?sanuphambana🤣😂😂🤣
DA ibi clever nge campaign yabo Helen Zille ebe busy eveza yonke into engahambi kakuhle Jhb,on the other hand Mayor yase Kapa ibiveza yonke into entle bayenzileyo Cape Town 🤔🤔😊😊
Mna ndivotele @Action4SA ndaphola entloko after,no votele DA u right wenza lento ikholisa yena or le acinga right for yena 😊sanuthuka abantu
Ward ezininzi Khayelitsha zi under ANC and bonke aba Ceba baphole entloko abenzi nto then nizothuse xa abantu bevotela eminye mibutho 😂😂😂
Abantu base Jhb bacinga soze ubave bethetha nge Alex ne potholes zigcwele ndawo yonke,ne CBD yabo eyi Lagos 🙈but ndlela le bathetha nge Khayelitsha phofu abayibona kwi pics only 🙈🙈😂😂
January please sign Gabriel Amato,Brooklyn Poggenpoel &Sabelo Sithole✌️✌️🙏🙏
Chiefs sign Bafana International Elias Mokwana
Kaizer Chiefs have signed Bafana Bafana international Elias Mokwana. The talented winger joins the Club after gaining valuable experience in North Africa and the Middle East.
The 27-year-old, who hails from KwaMhlanga in Mpumalanga, returns to South African football after spending the past two seasons abroad following his move from Sekhukhune United to Tunisian giants, Espérance Sportive de Tunis, in 2024.
Welcome to the Kaizer Chiefs Family
#Amakhosi4Life #TheKingdomIsRising
Now we must sign Percy Tau ✌️✌️
𝙆𝙃𝙊𝙎𝙄𝙁𝙄𝙀𝘿 ✌️
#UNPLAYABLE can reveal @KaizerChiefs have signed Elias Mokwana.
Deal done. Official announcement this week.
𝙏𝙝𝙤𝙪𝙜𝙝𝙩𝙨, 𝙆𝙝𝙤𝙨𝙞 𝙉𝙖𝙩𝙞𝙤𝙣❓️
#Amakhosi4Life

















