Ndicela unike uThumz intambo Zo.🤭
Ndiyakuthembisa nasi🤞🏽…Uzakujongwa kakuhle uBavu.
#InimbaMzansi
Hayi Thumz sukubhala imbalwelano maan. Thetha naye nijongene Thumz.
#InimbaMzansi
Uyamphoxa ke wena umntu Mawethu.
Nangoku uyakuxelela nguAzande, awuva nalonto.
Sundicaphukisa maan!
#InimbaMzansi






